Main centres: | 1-3 business days |
Regional areas: | 3-4 business days |
Remote areas: | 3-5 business days |
UFaizel ubuyile kwaye ujongene namahlandinyuka amatsha!Incwadi ethi Inkwenkwezi eGolide kaFaizel isibonisa uFaizel esiya eskolweni okokuqala. Ingaba uFaizel uyalonwabela usuku lwakhe lokuqala esikolweni kwaye ingaba uziva ekhululekile ukuba phaya?Khona uyakwazi ukwabelana ngothando lwakhe lwendalo neenkwenkwezi nabanye abafundi?
Eli libali elingenkwenkwana ethetha ulwimi i-Afrikaans, elinemizobo ehlekisayo ezotywe nguJoan Rankin. Abantwana bazakukwazi ukunxulumanisa amava abo neziganeko ezehla uFaizel, inkwenkwana esifundisa ngobubele, ukuqonda nokuxolela.